UYOBHI 11:13-15
UYOBHI 11:13-15 XHO75
Ukuba uthe wena wabhekisa intliziyo yakho kuye, Wazolulela izandla zakho kuye: Ukuba kuthe kwakho inkohlakalo esandleni sakho, yise kude, Ungabuhlalisi ubugqwetha ezintenteni zakho; Okunene, ùya kwandula ukubuphakamisa ubuso bakho bungenasisihla, Uthi bhuxe, ungoyiki.





