YouVersion Logo
Search Icon

UYEREMIYA 21:8-9

UYEREMIYA 21:8-9 XHO75

Ke kwaba bantu wòthi, Utsho uYehova ukuthi, Yabonani, ndibeka phambi kwenu indlela yobomi nendlela yokufa. Othe wahlala kulo mzi uya kufa likrele, nayindlala, nayindyikitya yokufa; ke yena othe waphuma, waphambela kumaKaledi aningqingayo, uya kuphila umphefumlo wakhe, ube lixhoba kuye.

Video for UYEREMIYA 21:8-9