ABAGWEBI 6:11
ABAGWEBI 6:11 XHO75
Kweza isithunywa sikaYehova, sahlala phantsi komoki• obuseOfra, kaYowashe umAbhihezere. Ke uGidiyon, unyana wakhe, wayebhula ingqolowa esixovulelweni, ukuze ayifihle kumaMidiyan.