UHABHAKUKI 3:2
UHABHAKUKI 3:2 XHO75
Yehova, ndiluvile udaba lwakho, ndoyika; Yehova, wuphilise umsebenzi wakho phakathi kweminyaka, Wázise phakathi kweminyaka; Ekugugumeni kwakho khumbula inceba.