IDUTERONOMI 5:29
IDUTERONOMI 5:29 XHO75
Akwaba bebenale ntliziyo yokundoyika, nokuyigcina imithetho yam yonke, imihla yonke, ukuze kulúnge kubo noonyana babo ngonaphakade!