IDUTERONOMI 16:16
IDUTERONOMI 16:16 XHO75
Izihlandlo ezithathu ngomnyaka mayibonakale into yonke eyindoda ebusweni bukaYehova uThixo wakho, kuloo ndawo aya kuyinyula; ngomthendeleko wezonka ezingenagwele, nangomthendeleko weeveki, nangomthendeleko weminquba. Makangàbonakali ke engaphethe lutho ebusweni bukaYehova;





