KWABASEKORINTE II 1:21-22
KWABASEKORINTE II 1:21-22 XHO75
Osiqiniselayo ke ndawonye nani kuKristu, osithambisayo ke, nguThixo; ositywine wasiqinisa, wasinika isinyaniso soMoya, saba sezintliziyweni zethu.