Bible App logo
Search Icon

IZIKRONIKE II 14:11

IZIKRONIKE II 14:11 XHO75

UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe, wathi, Yehova, akukho bani ingenguwe onokunceda phakathi konamandla nongenawo. Síncede, Yehova, Thixo wethu; ngokuba sayamé ngawe, sizé kule ngxokolo egameni lakho. Yehova, ùnguThixo wethu, makangabi namandla umntu okumelana nawe.

Video for IZIKRONIKE II 14:11

Free Reading Plans and Devotionals related to IZIKRONIKE II 14:11