YouVersion Logo
Search Icon

KWABASEKORINTE I 8:1-2

KWABASEKORINTE I 8:1-2 XHO75

Ke kaloku, ngeendawo zamadini enziwa kwizithixo, ndithi, Siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ukwazi oku kuyakhukhumalisa, ke lona uthando luyakha. Ukuba ke umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.

Free Reading Plans and Devotionals related to KWABASEKORINTE I 8:1-2