1
uMika uMika 3:8
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ke mna ndizele amandla ngomoya kaYehova, nobulungisa namandla, ukuze ndimxelele uYakobi ukreqo lwakhe, uSirayeli isono sakhe.
Compare
Explore uMika uMika 3:8
2
uMika uMika 3:11
Abathetheli bayo bagweba ngenxa yesicengo, nababingeleli bayo bafundisa ngenxa yesicengo, nabaprofeti bayo baprofeta ngenxa yemali; noko baya kuyama ngoYehova, besithi, uYehova akakho na phakathi kwethu? akukho nto imbi inokusehlela.
Explore uMika uMika 3:11
3
uMika uMika 3:4
Baya kwandula babize kuYehova, angabaphulaphuli; Ngelo xesha uya kubusithelisa ubuso bakhe kubo, ngokuba benze ububi ngeentlondi zabo
Explore uMika uMika 3:4
Home
Bible
Plans
Videos