1
uMateyu uMateyu 22:37-39
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Wathi ke uYesu kuye, Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela. Lo ngowokuqala nomkhulu umthetho. Owesibini ke ufana nawo: Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
Compare
Explore uMateyu uMateyu 22:37-39
2
uMateyu uMateyu 22:40
Kule mithetho yomibini kuxhomekeke umyalelo uphela nabaprofeti.
Explore uMateyu uMateyu 22:40
3
uMateyu uMateyu 22:14
Kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
Explore uMateyu uMateyu 22:14
4
uMateyu uMateyu 22:30
Kuba eluvukweni abazeki, abendiswa; banjengezithunywa zikaThixo emazulwini.
Explore uMateyu uMateyu 22:30
5
uMateyu uMateyu 22:19-21
Ndiboniseni iqhosha lerhafu. Bamzisela ke idenariyo. Athi kubo, Ngokabani na lo mfanekiso nombhalo? Bathi kuye, NgokaKesare. Athi kubo, Ngoko ke buyiselani izinto zikaKesare kuKesare; nezinto zikaThixo kuThixo.
Explore uMateyu uMateyu 22:19-21