1
uYeremiya uYeremiya 42:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Nokuba lilungile okanye libi, siya kuliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wethu esikuthumela kuye; ukuze izinto zisihambele kakuhle, ukuba siyaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wethu.
Compare
Explore uYeremiya uYeremiya 42:6
2
uYeremiya uYeremiya 42:11-12
Musani ukumoyika ukumkani waseBhabheli, enimoyikayo; Musani ukumoyika, utsho uYehova, ngokuba ndinani, ukuba ndinihlangule, ndinisindise esandleni sakhe. Ndiya kuba nenceba kuni, ukuze abe nenceba kuni, anibuyisele ezweni lenu.
Explore uYeremiya uYeremiya 42:11-12
3
uYeremiya uYeremiya 42:3
Ukuze uYehova uThixo wakho asibonise indlela esinokuhamba ngayo nento esinokuyenza.
Explore uYeremiya uYeremiya 42:3
Home
Bible
Plans
Videos