1
uHoseya uHoseya 9:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
uThixo wam uya kubashiya, ngenxa yokuba bengakuphulaphulanga, yaye baya kuphalaphala ezintlangeni.
Compare
Explore uHoseya uHoseya 9:17
2
uHoseya uHoseya 9:1
Musa ukuvuya, Sirayeli, ngokuvuya kweentlanga; ngokuba ukrexezile, umshiyile uThixo wakho, wawuthanda umvuzo wazo zonke izithungu zengqolowa.
Explore uHoseya uHoseya 9:1
3
uHoseya uHoseya 9:7
Kufike iimini zokuvelela, kufike iimini zempindezelo; Uya kwazi ke uSirayeli ukuthi: Umprofeti usisidenge, uyageza indoda enomoya, ngenxa yobuninzi bobubi bakho, nangenxa yentiyo yakho eninzi.
Explore uHoseya uHoseya 9:7
Home
Bible
Plans
Videos