1
uHoseya uHoseya 3:1
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Wathi uYehova kum, Uze umthande umfazi olihenyukazi, ngenxa yokuba uYehova ebathanda oonyana bakaSirayeli, abathe babheka thixweni bambi, abathanda iindebe zewayini
Compare
Explore uHoseya uHoseya 3:1
2
uHoseya uHoseya 3:5
Emveni koko baya kubuya oonyana bakaSirayeli, bamquqele uYehova uThixo wabo, noDavide ukumkani wabo; yaye ngokuqinisekileyo baya kumoyika uYehova nobubele bakhe bothando ekupheleni kwexesha.
Explore uHoseya uHoseya 3:5
Home
Bible
Plans
Videos