1
uHezekile uHezekile 7:19
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Isilivere yabo baya kuyiphosa ezitratweni, negolide yabo ithinjwe; isilivere yabo negolide yabo ayiyi kuba nako ukubasindisa ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; abayi kwanelisa umphefumlo wabo, bazalise izisu zabo ngokuba sisono sabo eso.
Compare
Explore uHezekile uHezekile 7:19
2
uHezekile uHezekile 7:27
Ukumkani uya kulila, nesikhulu sibe senkangala, ziyekelele izandla zabantu belizwe eli; zazi ukuba ndinguYehova.
Explore uHezekile uHezekile 7:27
3
uHezekile uHezekile 7:4
Aliyi kuba nanceba kuwe iliso lam, ndingakucongi; ke ndiya kuzibuyisela phezu kwakho iindlela zakho, abe phakathi kwakho amasikizi akho; nazi ukuba ndinguYehova.
Explore uHezekile uHezekile 7:4
4
uHezekile uHezekile 7:9
Aliyi kuba nanceba iliso lam, ndingabi nanceba; ke ndiya kuwabeka phezu kwakho ngokweendlela zakho, nangamasikizi akho phakathi kwakho; nazi ukuba ndinguYehova owohlwayayo.
Explore uHezekile uHezekile 7:9
Home
Bible
Plans
Videos