1
iZenzo iZenzo 27:25
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kungoko ndithi, Yibani nomxhelo owonwabileyo, madoda; kuba ndiyakholwa nguThixo, ukuba kuya kuba njalo ngolo hlobo athethe ngalo kum.
Compare
Explore iZenzo iZenzo 27:25
2
iZenzo iZenzo 27:23-24
Kuba ngobu busuku bekumi ngakum isithunywa sikaThixo, endingowakhe, endimkhonzayo, sisithi, Musa ukoyika, Pawulos; umelwe kukuma phambi koKesare; uyabona, uThixo ukubabale ngabo bonke abasemkhombeni nawe.
Explore iZenzo iZenzo 27:23-24
3
iZenzo iZenzo 27:22
Nangoku ndiyaniluleka ukuba nibe nomxhelo owonwabileyo; kuba kuni aba, akukho uya kulahlekelwa bubomi bakhe, yoba ngumkhombe wodwa.
Explore iZenzo iZenzo 27:22
Home
Bible
Plans
Videos