1
iZenzo iZenzo 20:35
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ndanibonisa zonke izinto, ukuba ngokwenjenjalo ukubulaleka nimelwe kukuthi niyisize imilwelwe, nikhumbule namazwi eNkosi uYesu, yokuba yona yathi, Ukupha kunoyolo ngaphezu kokuphiwa.
Compare
Explore iZenzo iZenzo 20:35
2
iZenzo iZenzo 20:24
Kambe ke ubomi bam andibugqali njengobalulekileyo kum, ukuze ndilufeze ugqatso lwam ngovuyo, nolungiselelo endalwamkelayo lweNkosi uYesu, lokungqina iindaba ezilungileyo zobabalo lukaThixo.
Explore iZenzo iZenzo 20:24
3
iZenzo iZenzo 20:28
Zilumkeleni ngoko, nawo wonke umhlambi, athe uMoya oyiNgcwele wanimisa ukuba ngabaveleli bawo, ukuba nilaluse ibandla likaThixo, awazizuzelayo ngelilelakhe igazi.
Explore iZenzo iZenzo 20:28
4
iZenzo iZenzo 20:32
Ngoku ke, bazalwana, ndiyaniyaleza kuThixo, nakwilizwi lobabalo lwakhe, enako ukunakha, aninike ilifa phakathi kwabo bonke abangcwalisiweyo.
Explore iZenzo iZenzo 20:32
Home
Bible
Plans
Videos