1
KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
liphoseni kuye lonke ixhala lenu; ngokuba unikhathalele.
Compare
Explore KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:7
2
KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:10
Ke kaloku uThixo walo lonke ubabalo, owasibizelayo eluzukweni lwakhe olungunaphakade, sikuKristu Yesu, wanga angathi, nakuba nive ubunzima umzuzwana, anilungise nigqibelele, anizimase, anomeleze, anisekele.
Explore KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:10
3
KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:8-9
Yibani nobungcathu, phaphani; ngokuba ummangaleli wenu, uMtyholi, uhamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani angamginyayo; mchaseni lowo, nizimasekile elukholweni, nisazi ukuba kwaezo ntlungu ziyenzeka kubo abazalwana benu abasehlabathini.
Explore KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:8-9
4
KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:6
Zithobeni ngoko phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elifanelekileyo
Explore KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:6
5
KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:5
Ngokunjalo, nina batsha, wathobeleni amadoda amakhulu. Yambathani ukuthobeka kwentliziyo nonke; kuba uThixo uyabachasa abanekratshi, abababale abazithobileyo.
Explore KaPetros 1 KaPetros 1 – 5:5
Home
Bible
Plans
Videos