1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 5:11
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kungoku ke ndinibhalela ukuba maningazidibanisi nosukuba enegama lokuba ngumzalwana, ukanti wenza umbulo, nokuba ulibawa, nokuba ungumkhonzi wezithixo, nokuba ungumtshabhisi, nokuba ulinxila, nokuba ungumphangi; Maningatyi nonjalo.
Compare
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 5:11
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 5:7
Likhupheni ngoko kuthi tu igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha, ekubeni ningabangenagwele. Kuba ipasika yethu ubingelelwe thina nguKristu
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 5:7
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 5:12-13
Ndinamsebenzi mni na ukuba ndigwebe nabangaphandle? Anigwebi abangaphakathi na? Ke abangaphandle bagwetywa nguThixo. Ize nimnyothule kuni nina lowo ungendawo.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 5:12-13
Home
Bible
Plans
Videos