1
U‐Zekariya 5:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Yaza yati kum: Lo sisiqalekiso esipumelayo pezu kwobuso balo lonke ilizwe; ngokuba osukuba esiba̔ eya kukukuliswa ngelicala, njengokwaso; nosukuba efunga uya kukukuliswa ngelocala, njengokwaso.
Compare
Explore U‐Zekariya 5:3