1
Imizekeliso 29:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ukwoyika abantu kwobeka umgibe; kodwa otembayo UYEHOVA womiswa enyangweni.
Compare
Explore Imizekeliso 29:25
2
Imizekeliso 29:18
Nxa kungeko umboniso, abantu baba ngabangevayo; kodwa ogcinayo umteto, hai itamsanqa lake!
Explore Imizekeliso 29:18
3
Imizekeliso 29:11
Isidenge siyapumisa wonke umoya wake; kodwa ilumko liyawubamba mva.
Explore Imizekeliso 29:11
4
Imizekeliso 29:15
Uswazi nokwohlwaya kuyanika ubulumko; kodwa umntwana oyekelwayo uyamhlazisa unina.
Explore Imizekeliso 29:15
5
Imizekeliso 29:17
Luleka unyana wako, waeya kukwonwabisa; ewe, wonika umpefumlo wako iziyoliso.
Explore Imizekeliso 29:17
6
Imizekeliso 29:23
Ir̔atshi lomntu liya kumtobela pantsi; kodwa omoya utobekileyo wozuza udumo.
Explore Imizekeliso 29:23
7
Imizekeliso 29:22
Umntu onomsindo uyavusa ipike; nomntu osisibovubovu ufuti ekwoneni.
Explore Imizekeliso 29:22
8
Imizekeliso 29:20
Uyabona na umntu onokunxama emazwini ake? kuko itemba ngaso isidenge pezu kwake.
Explore Imizekeliso 29:20
Home
Bible
Plans
Videos