1
Imizekeliso 15:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
IMPENDULO etambileyo iyanqanda umsindo; kodwa ilizwi elidubulayo liyavusa uqumbo.
Compare
Explore Imizekeliso 15:1
2
Imizekeliso 15:33
Ukwoyika UYEHOVA kuyimfundiso yobulumko; kanjalo ululamo luyandulela udumo.
Explore Imizekeliso 15:33
3
Imizekeliso 15:4
Ukululama kwolwimi kungumti wobomi; kodwa inkani ngalo iyenza ukwapuka emoyeni.
Explore Imizekeliso 15:4
4
Imizekeliso 15:22
Amaqinga ayatshabalala nxa ingeko ingcebisano; kodwa ngobuninzi babacebisi aya kuma.
Explore Imizekeliso 15:22
5
Imizekeliso 15:13
Intliziyo evuyayo iyacwayitisa ubuso; kodwa ngobuhlungu bentliziyo umoya ukedamile.
Explore Imizekeliso 15:13
6
Imizekeliso 15:3
Amehlo KAYEHOVA akuzo zonke indawo, ekangela abakohlakeleyo nabalungileyo.
Explore Imizekeliso 15:3
7
Imizekeliso 15:16
Intwana encinane, kunye nokwoyika UYEHOVA, ilungile pezu kwendyebo ezininzi, nempitimpiti kunye nazo.
Explore Imizekeliso 15:16
8
Imizekeliso 15:18
Umntu onomsindo uyavusa ipike: kodwa lowo uqumba kade uyadambisa impikiswano.
Explore Imizekeliso 15:18
9
Imizekeliso 15:28
Intliziyo yolungileyo iyacingela ukupendula; kodwa umlomo wabakohlakeleyo uyabodla izinto ezimbi.
Explore Imizekeliso 15:28