1
U‐Jeremiya 27:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Mna ndenzile umhlaba, abantu nezilo ezipezu kwobuso bomhlaba, ngamandla am amakulu, nangengalo yam eyolulweyo, ndandiwunikile kulowo ebekufanele emehlweni am.
Compare
Explore U‐Jeremiya 27:5
2
U‐Jeremiya 27:6
Nakaloku, sendinikele onke lamazwe esandleni sika‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, isicaka sam; namaṙamncwa asendle ndimnikile kwa wona, ukuba amkonze.
Explore U‐Jeremiya 27:6
3
U‐Jeremiya 27:9
Nina ngoko ningapulapuli kubaprofite benu, nakubalauli benu, nakubapupi benu, nakumatola enu, nakwizanuse zenu, abatshoyo kuni, besiti: Aniyi kukonza ukumkani we‐Babilone.
Explore U‐Jeremiya 27:9
4
U‐Jeremiya 27:22
Ziya kusiwa e‐Babilone, zibeko kwa kona kude kube ngumhla wokuzikangela kwam, utsho UYEHOVA; oko ndiya kuzinyusa, ndizibuyisele kulendawo.
Explore U‐Jeremiya 27:22