1
U‐Yisaya 3:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Yitshoni kolungileyo ukuti: Kwoba mnandi; ngokuba isixakato sezenzo zabo beya kusidla.
Compare
Explore U‐Yisaya 3:10
2
U‐Yisaya 3:11
Kwoba nzima kokohlakeleyo! kwoba kubi; ngokuba umvuzo wezandla zake uya kwenziwa kuye.
Explore U‐Yisaya 3:11