1
IINDUMISO 97:10
IBHAYIBHILE
XHO96
Nina bamthandayo uNdikhoyo, buthiyeni ububi; kaloku yena uyabagcina abantu bakhe, abahlangule esandleni sabantw' abakhohlakeleyo.
Compare
Explore IINDUMISO 97:10
2
IINDUMISO 97:12
Gcobani nonke malungisa, nibulel' uNdikhoyo ngezintw' ezintl' anenzele zona.
Explore IINDUMISO 97:12
3
IINDUMISO 97:11
Ilitha lokukhanya lithe thaa phezu kwamalungisa; banemincili abantw' abantliziyo zinyulu.
Explore IINDUMISO 97:11
4
IINDUMISO 97:9
Kuba wena, Ndikhoyo, uyingangalal' ehlabathini; uyingqonyela yazo zonke izithixo.
Explore IINDUMISO 97:9