1
IINDUMISO 93:1
IBHAYIBHILE
XHO96
*UNdikhoyo ungukumkani; uthe wambu isihomo nesithozela namandla. Ewe, ulimise zinzi ihlabathi, aligungqi.
Compare
Explore IINDUMISO 93:1
2
IINDUMISO 93:5
Imiqondiso yakho ayiguquki, Ndikhoyo; iyingcwele ngenene indlu yakho, Ndikhoyo, kuya kuda kube nini-nini.
Explore IINDUMISO 93:5
3
IINDUMISO 93:4
UNdikhoyo yingangalala yaphezulu; unamandla kunamaza alephuzayo, nangaphezu kwamaza agqumayo.
Explore IINDUMISO 93:4