1
IINDUMISO 91:2
IBHAYIBHILE
Yena uya kuthi: “*Ndikhoyo, ungumkhuseli wam; uyinqaba yam, wena Thixo, ndiya kuthembela kuwe.”
Compare
Explore IINDUMISO 91:2
2
IINDUMISO 91:1
Lowo uhleli ekhuselwe nguPhezukonke, uhlala esemthunzini kaSomandla.
Explore IINDUMISO 91:1
3
IINDUMISO 91:15
Akuzibika kum, ndiya kumva; ndiya kuba naye ezimbandezelweni, ndimhlangule, ndimbek' ezimbekweni
Explore IINDUMISO 91:15
4
IINDUMISO 91:11
Kaloku woziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe wokuba zikugcine endleleni yakho
Explore IINDUMISO 91:11
5
IINDUMISO 91:4
akwambathise ngamaphiko akhe, akufihle ekhusini lakhe, kube likhaka nekhuselo lakho ukuthembeka kwakhe.
Explore IINDUMISO 91:4
6
IINDUMISO 91:9-10
Ngenxa yokuba uthembele ngoNdikhoyo, wamenza umkhuseli wakho uPhezukonke, akuyi kuhlelwa bubi; akuyi kusondela nasibetho emzini wakho.
Explore IINDUMISO 91:9-10
7
IINDUMISO 91:3
Kuba nguye okuhlangula emgibeni wabakugcayiseleyo nakubhubhani wesifo
Explore IINDUMISO 91:3
8
IINDUMISO 91:7
Nokuba kungawa iwaka ecaleni kwakho, neshumi lamawaka liwe likungqonge, akusayi kuchukunyiswa nto wena.
Explore IINDUMISO 91:7
9
IINDUMISO 91:5-6
Akuyi koyika zingozi zasebusuku, nakuhlaselwa ngequbuliso emini, nabhubhani wangobusuku, nasifo sigqugqisayo emini emaqanda.
Explore IINDUMISO 91:5-6
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos