1
IINDUMISO 53:1
IBHAYIBHILE
Iziyatha zithi akukho Thixo ngandawo. Zonakele, futhi zenza amasikizi; akukho ulungisayo kuzo.
Compare
Explore IINDUMISO 53:1
2
IINDUMISO 53:2
Ke yena uThixo ubabukele abantu; uhlel' ezulwini efuna ukuqonda ukuba ngaba sikho na isilumko, nditsho ofuna ukunqula uThixo.
Explore IINDUMISO 53:2
3
IINDUMISO 53:3
Kambe ke bonke bemkile; xa bebonke bonakele; kubo akakho olungisayo; nditsho nokuba abe mnye.
Explore IINDUMISO 53:3
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos