1
IINDUMISO 46:10
IBHAYIBHILE
Uthetha ngelizwi athi: “Phezani, ndim uThixo. Ndizivelele izizwe; nehlabathi ndilikrobele.”
Compare
Explore IINDUMISO 46:10
2
IINDUMISO 46:1-2
UThixo ulihlathi nenqaba yethu; ngexesha leenkathazo uluncedo oluhlala lulungile. Ngoko ke asoyiki lutho, nokuba ihlabathi lingazama-zama, nokuba iintaba zingaphoswa enzulwini yolwandle.
Explore IINDUMISO 46:1-2
3
IINDUMISO 46:4-5
Kukho umlambo omisinga isivuyisayo isixeko sikaThixo, esilikhaya elingcwele likaPhezukonke. UThixo uthe zinzi apho kuso. Ngoko ke asinakuze sitshabalale, kuba yena usinceda kwasekuseni.
Explore IINDUMISO 46:4-5
4
IINDUMISO 46:9
Ngumaphelis' iimfazwe ehlabathini jikelele. Uyasiqoboza isaphetha, awuvikive umkhonto, amakhaka awantumek' umlilo.
Explore IINDUMISO 46:9
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos