1
EYONQULO 20:13
IBHAYIBHILE
XHO96
Indoda elala nenye yenza inyala kunye naloo ndoda ilala nayo. Mababulawe bobabini; yaye ityala lokubulawa kwabo likubo.
Compare
Explore EYONQULO 20:13
2
EYONQULO 20:7
Hlalani nizahlulele mna, nibe ngcwele, kuba kaloku ndinguNdikhoyo uThixo wenu.
Explore EYONQULO 20:7
3
EYONQULO 20:26
Kufuneka nizahlulele mna, nibe ngabam ndedwa, kuba kaloku ndim Ndikhoyo uThixo wenu, ndaye mna ndahlukile. Ndanahlula kwezi ntlanga, ukuze nina nibe ngabam ndedwa.
Explore EYONQULO 20:26
4
EYONQULO 20:8
Imimiselo yam yithobeleni, kuba kaloku ndinguNdikhoyo, ndaye ndinebango ngani, ndim onenza nahluke.
Explore EYONQULO 20:8
Home
Bible
Plans
Videos