1
UYOSHUWA 23:14
IBHAYIBHILE
XHO96
“Ngoku ke sendiza kufa. Nazi mhlophe ezintliziyweni zenu nasemiphefumlweni yenu ukuba akukho nanye into ayithembisileyo angayenzanga uNdikhoyo; ewe, akukho nanye into ayithethileyo angayiphumelelisanga.
Compare
Explore UYOSHUWA 23:14
2
UYOSHUWA 23:11
Ze nigcise ke ngenxa yobomi benu, uNdikhoyo uThixo wenu nimthande
Explore UYOSHUWA 23:11
3
UYOSHUWA 23:10
Nditsho nomntu omnye kuni angachitha-chitha iwaka eyedwa, kuba kaloku uNdikhoyo uThixo wenu uyanilwela njengoko wathembisayo.
Explore UYOSHUWA 23:10
4
UYOSHUWA 23:8
Ndaweni yaloo nto nina namathelani kuNdikhoyo, nenze njengoko senenzile unanamhla.
Explore UYOSHUWA 23:8
5
UYOSHUWA 23:6
Ngoko ke yomelelani, ninyamekele nithobele yonke into ebhalwe kwincwadi yomthetho kaMosis, ningashiyi nendawo le.
Explore UYOSHUWA 23:6