1
UYOSHUWA 21:45
IBHAYIBHILE
XHO96
Wazigcina zonke izithembiso awazenza kumaSirayeli uNdikhoyo; ewe, akukho nalinye ilizwi alithethileyo angalifezekisanga.
Compare
Explore UYOSHUWA 21:45
2
UYOSHUWA 21:44
Wezisa uxolo kulo lonke elo zwe uNdikhoyo, njengoko wabathembisayo ngesifungo ookhokho babo. Iintshaba zawo zonke zange zibe nakumelana nawo amaSirayeli kuba uNdikhoyo wayezinikela ezandleni zawo iintshaba zawo.
Explore UYOSHUWA 21:44
3
UYOSHUWA 21:43
Wenjenjalo ke *uNdikhoyo ukuzalisekisa isithembiso awasenzayo kookhokho bamaSirayeli sokuba wowanika umhlaba. Ema kuloo mhlaba ke amaSirayeli akuba ewuthimbile.
Explore UYOSHUWA 21:43