Ngamazwi akho ubaxhasile abakhubekayo,
wabaqinisa abamadolo agevezelayo.
Namhlanje ke kungawe, naku ke wena ungenakunyamezela;
ewe, zidla kuwe, ngoku ke wena suka wadideka.
Andithi na kaloku wena ukholosa ngokuhlonela uThixo?
Ewe kaloku, qamela ngobunyulu beendlela zakho, ukholose!