1
UISAYA 50:4
IBHAYIBHILE
XHO96
UMhlekazi *uNdikhoyo undazisile into emandiyithethe, ukuze ndikhuthaze abo batyhafileyo. Ntsasa zonke undivusa ndiphulaphule njengalowo ufundiswayo.
Compare
Explore UISAYA 50:4
2
UISAYA 50:7
Kaloku uMhlekazi uNdikhoyo uyandisiza; ngoko ke andiyi kuhlazeka. Ndikulungele ukunyamezela; ewe, andisayi kudana.
Explore UISAYA 50:7
3
UISAYA 50:10
Ngoobani na abamnqula ngentlonelo uNdikhoyo, abasiphulaphulayo isicaka sakhe? Ofikelwa bubumnyama, ekude nokukhanya, makathembele ngoNdikhoyo; ewe, makakholose ngoThixo wakhe.
Explore UISAYA 50:10
Home
Bible
Plans
Videos