1
KUMAHEBHERE 3:13
IBHAYIBHILE
Kambe ke, ngoku kusathiwa “namhlanje,” khuthazanani yonke imihla, ukuze kungabikho mntu uqaqadekiswa ngumtsalane wesono.
Compare
Explore KUMAHEBHERE 3:13
2
KUMAHEBHERE 3:12
Niyabona ke, mawethu, lumkani kungabikho bani kuni ukhohlakeleyo, ungakholwayo, ongumkreqi kuThixo ophilayo.
Explore KUMAHEBHERE 3:12
3
KUMAHEBHERE 3:14
Kaloku nathi sinobudlelane noKrestu, xa sinamathele kwada kwasekupheleni kwisivumo sethu.
Explore KUMAHEBHERE 3:14
4
KUMAHEBHERE 3:8
sanukuba neenkani njengakwimihla yesidube-dube entlango apho namlingayo uThixo.
Explore KUMAHEBHERE 3:8
5
KUMAHEBHERE 3:1
Ngoko ke, mawethu abiziweyo ayimilowo yendlu kaThixo, khanimjongisise uYesu lo simvumayo thina makholwa ukuba *ungumthunywa kaThixo kwanombingeleli wethu omkhulu.
Explore KUMAHEBHERE 3:1
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos