1
EYEZIQALO 47:9
IBHAYIBHILE
Uthe uYakobi: “Ubomi bam ndihamba-hamba kulo mhlaba bube yiminyaka elikhulu limashumi mathathu. Loo minyaka imbàlwa ibiyiminyaka enzima, engafaniyo neminyaka emininzi ababengabahambi ngayo kulo mhlaba ookhokho.”
Compare
Explore EYEZIQALO 47:9
2
EYEZIQALO 47:5-6
Ukumkani ubhekise kuJosefu wathi: “Uyihlo nabantakwenu beseJiputa nje, bakowabo; bangahlala apho eGoshen, eyona ndawo inomhlaba otyebileyo. Ukuba kukho amadoda angamachule phakati kwenu, uzuwenze abelusi bemihlambi yam.”
Explore EYEZIQALO 47:5-6
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos