1
EYEZIQALO 29:20
IBHAYIBHILE
XHO96
UYakobi waphangela isixhenxe sonke seminyaka, esebenzela ukufumana uRakeli. Lonke elo xesha laba ngathi ziintsuku nje ezimbalwa kuye, kuba wayemthanda uRakeli.
Compare
Explore EYEZIQALO 29:20
2
EYEZIQALO 29:31
Akubona *uNdikhoyo ukuba uLeya akathandwa, wampha inzala, wamvala yena uRakeli.
Explore EYEZIQALO 29:31