1
UHEZEKILE 23:49
IBHAYIBHILE
Niza kohlwaywa ngobufebe benu nangezono zenu zokunqula *izithixo. Kwakuba njalo ke niya kwazi ukuba ndiyiNkosi uNdikhoyo.”
Compare
Explore UHEZEKILE 23:49
2
UHEZEKILE 23:35
“Ngoko ke itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Kuba usuke wandilibala, wandifulathela, uza kusithwala isono sokufeba nobuhenyukazi bakho.”
Explore UHEZEKILE 23:35
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos