1
EYEMFUDUKO 1:17
IBHAYIBHILE
Kodwa ke ababelekisi abo yayingabafazi abamoyikayo uThixo. Basuka bawaphula umyalelo kakumkani, àbawabulala amakhwenkwe lawo.
Compare
Explore EYEMFUDUKO 1:17
2
EYEMFUDUKO 1:12
Kambe ke, okukhona bawatshutshisayo amaSirayeli, yaba kokukhona andayo, alizalisa lonke ilizwe. Le meko ke yawenza ahlala exhaleni elingathethekiyo amaJiputa ngenxa yamaSirayeli.
Explore EYEMFUDUKO 1:12
3
EYEMFUDUKO 1:20-21
Ngenxa yokuba ababelekisi bemoyika uThixo, uThixo wabavuza ngeentsapho. Ke wona amaSirayeli aya esanda ngokwanda, aba luqilima.
Explore EYEMFUDUKO 1:20-21
4
EYEMFUDUKO 1:8
Ke kaloku kwavela kumkani wumbi owayengazi nto ngoJosefu, wangumlawuli kwelaseJiputa.
Explore EYEMFUDUKO 1:8
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos