1
AMAVA ENGQONDI 4:9-10
IBHAYIBHILE
Kungcono abasebenzi babe babini kunokuba abe mnye, kuba baba nengeniso eyiyo ngomsebenzi wabo. Kaloku xa omnye ethe wawa omnye unokuphakamisa ugxa wakhe. Mawoo ke lowo uyedwa xa athe wawa! Akukho bani unokumphakamisa.
Compare
Explore AMAVA ENGQONDI 4:9-10
2
AMAVA ENGQONDI 4:12
Oyedwa uyagaganyelwa, kodwa ababini banako ukumelana nohlaselo. Intsontelo ephindwe kathathu iqhawuka nzima.
Explore AMAVA ENGQONDI 4:12
3
AMAVA ENGQONDI 4:11
Ewe, xa ababini belala ngangubo-nye abagodoli. Kodwa ke kunzima ukufudumala xa ulele wedwa.
Explore AMAVA ENGQONDI 4:11
4
AMAVA ENGQONDI 4:6
Phofu ke akunani kwaintwana engephi, oyifumana wonwabile, kunentabalala ezuzwa ngembulaleko kusukelwana nomoya.
Explore AMAVA ENGQONDI 4:6
5
AMAVA ENGQONDI 4:4
Ndafumanisa ukuba into eyenza abantu babulaleke bazabalaze kangaka kukuxhalela abamelwane. Kambe ke naleyo ngamampunge, nqwa nokusukelana nomoya.
Explore AMAVA ENGQONDI 4:4
6
AMAVA ENGQONDI 4:13
Endaweni yokumkani owalupheleyo osisityhakala esingeva nacebiso lilunge kanye igatyana lomfana olihlwempu xa enobulumko
Explore AMAVA ENGQONDI 4:13
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos