1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:25
IBHAYIBHILE
Ngoko ke, madoda, qinani; kuba ndimthembile uThixo ukuba uya kwenza njengoko andixeleleyo.
Compare
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:25
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:23-24
Kuba phezolo isithunywa sikaThixo, lo ndingowakhe ndimnqulayo, sifike kum, sathi: ‘Sukoyika, Pawulos! Uza kuma phambi *koKhesare. UThixo ngokulunga kwakhe uza kubasindisa bonke aba uhamba nabo.’
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:23-24
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:22
Kodwa ke qinani, ndiyanibongoza! Kuba akukho bani uza kuphulukana nobomi bakhe; yinqanawa yodwa eza konakala.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:22
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos