1
2 YEZIGANEKO 7:14
IBHAYIBHILE
ukuba abantu bam abo babizwa ngegama lam bathe bazithoba bathandaza bendikhunga befuna ubuso bam, bazilahla iindlela zabo ezikhohlakeleyo, ke mna ndiya kubaphulaphula ndibeve ndisezulwini, ndisixolele isono sabo, ndilinyange ilizwe labo.
Compare
Explore 2 YEZIGANEKO 7:14
2
2 YEZIGANEKO 7:15
Ewe, amehlo am aya kuhlala ejongile, neendlebe zam ndihlale ndizibazele imithandazo eyenziwa kule ndawo.
Explore 2 YEZIGANEKO 7:15
3
2 YEZIGANEKO 7:16
Le ndlu ndiyinyule ndayingcwalisa ukuze igama lam lihlale apha kuyo ngonaphakade. Intliziyo yam namehlo am ohla ekule ndawo.
Explore 2 YEZIGANEKO 7:16
4
2 YEZIGANEKO 7:13
“Ngoko ke kuya kuthi xa ndithe ndawavala amazulu akwabikho mvula, okanye xa ndithe ndathumela iinkumbi zalivikiva eli lizwe, mhlawumbi xa ndithe ndathumela ubhubhani wesifo phakathi kwabantu bam
Explore 2 YEZIGANEKO 7:13
5
2 YEZIGANEKO 7:12
suka uNdikhoyo wabonakala kuye ebusuku, wathi: “Ndiwuvile umthandazo wakho, ngoko ke le ndawo ndizinyulele yona ukuba ibe yindlu yam yamadini.
Explore 2 YEZIGANEKO 7:12
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos