1
2 YEZIGANEKO 18:13
IBHAYIBHILE
UMika ke yena wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, ndiza kuthetha kuphela loo nto andixelela yona uThixo wam!”
Compare
Explore 2 YEZIGANEKO 18:13
2
2 YEZIGANEKO 18:22
Ke ngoku uNdikhoyo ufake umoya wobuxoki emilonyeni yabo bonke aba bashumayeli bakho. Ewe, uNdikhoyo ukumisele intlekele.”
Explore 2 YEZIGANEKO 18:22
3
2 YEZIGANEKO 18:20
Ekugqibeleni ke kuvele moya uthile, wema phambi koNdikhoyo, wathi: ‘Ndiya kumlukuhla mna.’
Explore 2 YEZIGANEKO 18:20
4
2 YEZIGANEKO 18:19
Waza ke yena wathi: ‘Yaz' ukuba ngubani na oya kulukuhla uAhabhi aze ahlasele iRamoti yaseGiliyadi, khon' ukuze afele khona?’ Omnye uthethe ngolu hlobo, waza ke omnye wathetha ngoluya.
Explore 2 YEZIGANEKO 18:19
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos