1
2 YEZIGANEKO 15:7
IBHAYIBHILE
Kambe ke nina yomelelani ninganikezeli, kuba umsebenzi wenu woba nomvuzo.”
Compare
Explore 2 YEZIGANEKO 15:7
2
2 YEZIGANEKO 15:2
waza wanduluka waya kuAsa, wafika wathi kuye: “Khanindiphulaphule, Asa, nani nonke maJuda namaBhenjamin! Niyabona, *uNdikhoyo uba nani xa nani ningakuye. Xa nizondelela ukumfuna nomfumana; kodwa ke xa nithe namshiya, naye wonishiya.
Explore 2 YEZIGANEKO 15:2
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos