1
1 KWABASEKORINTE 14:33
IBHAYIBHILE
kuba uThixo lo ngowenzolo, akangowombhodamo. Njengakuwo onke amabandla abantu bakaThixo
Compare
Explore 1 KWABASEKORINTE 14:33
2
1 KWABASEKORINTE 14:1
Ngoko ke langazelelani uthando, ningaziyeki phofu nezinye izipho zoMoya, ingakumbi isiphiwo sokushumayela.
Explore 1 KWABASEKORINTE 14:1
3
1 KWABASEKORINTE 14:3
Kodwa yena oshumayelayo uthetha nabantu; uyabakha, uyabakhuthaza ebathuthuzela.
Explore 1 KWABASEKORINTE 14:3
4
1 KWABASEKORINTE 14:4
Lowo uthetha ngeelwimi, uzakha yena siqu; kodwa yena oshumayelayo wakha ibandla liphela.
Explore 1 KWABASEKORINTE 14:4
5
1 KWABASEKORINTE 14:12
Njengokuba nikulangazelela nje ukuba nazo iziphiwo zoMoya, zamani ukubalasela kwezo zilakhayo ibandla.
Explore 1 KWABASEKORINTE 14:12
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos