1
UZEKARIYA 2:5
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ndiya kuba ludonga lomlilo kuyo mna ngeenxa zonke, utsho uYehova; ndibe bubuqaqawuli phakathi kwayo.
Compare
Explore UZEKARIYA 2:5
2
UZEKARIYA 2:10
Memelela uvuye, ntombi inguZiyon; ngokuba, uyabona, ndiyeza, ndihlale phakathi kwakho; utsho uYehova.
Explore UZEKARIYA 2:10