1
IMIZEKELISO 29:25
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ukugubha ngumntu kunesirhintyelo; Ke yena okholose ngoYehova uya kuphakanyiselwa phezulu.
Compare
Explore IMIZEKELISO 29:25
2
IMIZEKELISO 29:18
Apho kungekho mbono baba yimiqhathu abantu; Bakuwugcina umyalelo, hayi, uyolo lwabo!
Explore IMIZEKELISO 29:18
3
IMIZEKELISO 29:11
Isinyabi siya kukhupha konke ukufutha kwaso, Ke sona isilumko sikudambisela embilinini yaso.
Explore IMIZEKELISO 29:11
4
IMIZEKELISO 29:15
Intonga nesohlwayo sinika ubulumko; Ke yena umntwana oyekelelweyo udanisa unina.
Explore IMIZEKELISO 29:15
5
IMIZEKELISO 29:17
Mqeqeshe unyana wakho, wókuphefumlisa, Awuyolise umphefumlo wakho.
Explore IMIZEKELISO 29:17
6
IMIZEKELISO 29:23
Ikratshi lomntu liya kumthoba; Ke yena omoya uthobekileyo ufumana uzuko.
Explore IMIZEKELISO 29:23
7
IMIZEKELISO 29:22
Indoda enomsindo ixhaya ingxabano; Umntu onobushushu uzele lukreqo.
Explore IMIZEKELISO 29:22
8
IMIZEKELISO 29:20
Ùyayibona indoda engxamileyo ngamazwi ayo? Kukho ithemba ngesinyabi kunayo.
Explore IMIZEKELISO 29:20