1
UOBHADIYA 1:17
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke, entabeni yeZiyon kuya kubakho okusindileyo, kube yingcwele; indlu kaYakobi izihluthe iindawo eyazihluthwayo.
Compare
Explore UOBHADIYA 1:17
2
UOBHADIYA 1:15
Ngokuba isondele imini kaYehova kuzo zonke iintlanga. Njengoko wenzé ngako, kuya kwenjiwa njalo kuwe; okwenzileyo kuya kubuyela entlokweni yakho.
Explore UOBHADIYA 1:15
3
UOBHADIYA 1:3
Ukukhukhumala kwentliziyo yakho kukulukuhlile, wena uhleliyo emfanteni wengxondorha, okhaya liphezulu, othi entliziyweni yakhe, Ngubani na oya kundihlisela ehlabathini?
Explore UOBHADIYA 1:3
4
UOBHADIYA 1:4
Ukuba ùthe wakhela phezulu njengexhalanga, nokuba ithe indlu yakho yabekwa phakathi kweenkwenkwezi, ndokuhlisa nalapho; utsho uYehova.
Explore UOBHADIYA 1:4