1
UNEHEMIYA 4:14
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ndakhangela, ndasuka ndathi kubanumzana, nakubaphathi, nakwabanye abantu, Musani ukuboyika; khumbulani iNkosi enkulu eyoyikekayo, nilwele abazalwana benu, noonyana benu, neentombi zenu, nabafazi benu, nezindlu zenu.
Compare
Explore UNEHEMIYA 4:14
2
UNEHEMIYA 4:6
Salwakha ke udonga, lwadityaniswa lonke udonga, kwesa esiqingatheni sokuphakama kwalo. Abantu babenentliziyo yokusebenza.
Explore UNEHEMIYA 4:6