1
UYOSHUWA 3:5
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wathi uYoshuwa ebantwini, Zingcwaliseni; ngokuba ngengomso uYehova uya kwenza imisebenzi ebalulekileyo phakathi kwenu.
Compare
Explore UYOSHUWA 3:5
2
UYOSHUWA 3:7
Wathi uYehova kuYoshuwa, Namhlanje ndiya kuqala ukukwenza mkhulu emehlweni amaSirayeli onke, ukuze azi ukuba ndiya kuba nawe, njengokuba ndibe ndinoMoses.
Explore UYOSHUWA 3:7